Amanqaku Okukhulula i-10 SP1 ye-Deskthophu kwiShishini l-SUSE Linux

1.0 Imiba Eyaziwayo

Malunga nohlelo lwamva nje lwe-SUSEĀ® Iinowuthsi zokuKhulula 10 SP2 iDesktop yoShishino lwe-Linux*, jonga http://www.novell.com/documentation/sled10/readme/release_notes_sp2.html.

2.0 Ukungqinela ngexwebhu

Malunga Nogcinomaxwebu Lolwazi Olusesikrinini 10 Kwishishini le-SUSE Linux, jonga i-http://www.novell.com/ungqinelo ngexwebhu/sled10.

Isikhokelo soHlwayelo: 3.3.1 Ifikelela kwiSeva ye-SMT

Amagama eeparamitha zokuqalisa ngokukhawuleza anikiweyo aphelelwe lixesha kwaye aza kususwa kuShishino 11 lwe-SUE Linux. Endaweni ye-smturl sebenzisa i-regurl uze endaweni ye-smtcert usebenzise i-regcert.

Isikhokelo soMsebenzisi we-KDE: 15.6.4 Iimpawo zokwenza ingasebenzi / iSikhokelo soMsebenzisi we-GNOME: 12.6.4 Iimpawu zokwenza ingasebenzi

Ngokwesiseko, I-Firefox ayiziniki sidima iisethingi ezenziwe ngenkqubo ye-GConf. Ukuze wenze izitshixo zokutshixa i-GConf ingabinafuthe, hlela /usr/lib/firefox/ulwakhelo lwengingqi.js uze usetele i-config.use_system_prefs kwi-true. Le fayili ivumela umlawuli ukuba asete aze atshixe okunokukhethwa ukuza kusetyenziswa kuye wonke umsebenzisi we-Firefox.

Imiba eNxulumene ne-Hardware

Inkxaso yeMizobo eNyiniweyo kwi-IBM SurePOS 700 4800-7X3 ngexesha lofakelo

Kukho kujphela inkxaso yemizobo enyiniweyo kwiinkqubo ze-IBM SurePOS 700 4800-7X3 ezineemonitha 4820-2GN. Ngexesha lofakelo lwemifanekiso unako ukuhlangana nomyalezo wempazamo osuka kwimonitha (OSD = Uboniso OlukwiSikrini) olufana ne-:

NGAPHANDLE KOMGAMA H: -48.4 KHz V: -60.1 Hz.

Ukusebenza kulo mba zama isisombululo esahlukileyo, VESA okanye imowudi yeteksti ukwenzela ufakelo. Okunye onokukhetha kukukhetha idrayiva yalapha ngokuthi ucacise acceleratedx=1 ekuqaliseni umyalelo. Kwakhona kusenokunceda ukuhlaziya i-BIOS.

Emva kofakelo lwenkqubo ingxaki ayenzeki kwaphela kwaye inkqubo yemizobo ixhaswe ngokupheleleyo.

Ujijo loMzombo kwiPlatfomu FIC GE2 (Transtec SENYO600)

Kwiplatfomu ye-FIC GE2 xa kusetyenziswa ububanzi bombala we-24 BPP kunye nezisombululo >= 1280x1024 kwimigca yentsebenziswano ye-DVI iboniswe kwiseva ye-X. Oku kujija zonke ii-windows.

Ukutshintshela kububanzi bimbala we-16 BPP kubonakala kusombulula ingxaki.

IiMpawu ze-PC yeCwecwe lokubhalela kumasuntswana angama-64 eeNzululwazi zokwakha

Njengangoku, inkxaso ye-PC yeCwecwe ifumaneka kuphela ukwenzela amasuntswana angama-32 eenzululwazi zokwakha. Ukusebenzisa iimpawu ze-PC yeCwecwe kumasuntswana angama-64 eenzululwazi zokwakha, kufuneka ufakele inkqubo yamasuntswana angama-32.

Hlaziya iMiba eNxulumeneyo

Ihlaziya ukusuka kwi-SUSE Linux Enterprise 10 iPakethe yeNkonzo soku-1 (SP1) ukuya kwiPakethe yeNkonzo yesi-2 (SP2)

Ukwenzela ukuhlaziya ukusuka kwi-SP1 ukuya kwi-SP2 kusetyenziswa uhlaziyo lwe-YAST kwi-intanethi, okanye umhlaziyi we-zen, okanye i-rug, sixhasa ukusetyenziswa kwe-slesp1-libzypp-4907 yepetshi kuqala.

Le petshi ilungisa ukuqala ngokutsha kwe-ZMD ngexesha lohlaziyo logcino lwemfumba ubuqu. Ukuba ayisetyenziswanga kuqala ipetshi (kwaye iqaliswe ngokutsha i-ZMD emva koko), uqubisana nemiba ngexesha lohlaziyo kwi-SP2, lo miba ibe njengezinto ezijuliweyo ezikhethekileyo, njl. njl.

Malunga nolwazi oluthe vetshe ngenkqubo yohlaziyo, jonga incwadana imanyuwali.

PatchCD Update Relies on Configured Installation Sources

Before starting the PatchCD update, add additional installation sources for all add-on products and KMP packages (such as nVidia or ATi graphics drivers) to match the Service Pack level to be installed. Use the YaST 'Installation Source' module for this. Otherwise, the PatchCD update might show dependency conflicts due to installing updated packages, e.g. the kernel packages.

MDNS kunye .naMagama oMmandla wengingqi

I-.yengingqi yommandla womgangatho ophezulu uthathwa njengommandla wokudibanisa ingingqi ngumsombululi. Izicelo ze-DNS zithunyelwa njengezicelo ze-multicast DNS endaweni yezicelo ze-DNS eqhelekileyo. Ukuba sele usebenzisa ummandla we-.local kulwakhelo lweseva yegama lakho, kumele uyicime le ndlela yokukhetha kwi-/etc/host.conf. Kwakhona funda iphepha le-host.conf.

Ukuba ufuna ukucima i-MDNS ngexesha lofakelo, sebenzisa i-nomdns=1 njengeparamitha yokuqalisa.

Malunga nolwazi oluthe vetshe nge-multicast DNS, jonga ku-http://www.multicastdns.org.

Imiba eNxulumene ne-Software

Iziphelo zangaPhambili ze-Qt neGtk zolawulo lwe-Software ye-YaST

I-YaST iza ngeziphelo zangaphambili ezimbini ngokuxhomekeke kwidektop efakiweyo kwinkhompyutha yakho. Ngokwesiseko, isiphelo somphambili we-gtk ye-YaST kwidesktop ye-GNOME, kunye nesiphelo somphambili we-qt ye-YaST kwezinye iidesktop. Oku kuchazwa ngokwahlukana kwe-WANT_UI kwisikripti se-/sbin/yast2. Ukuba nolwazi ngeempawu, isiphelo somphambili we-gtk sifana nqwa nesiphelo somphambili we-qt ochazwe kwiicwadana iimanyuwali. Okungumahluko oyedwa kuyimodyuli yolawulo lwe-software ye-gtk, eyahluke kakhulu kwi-qt port.

Iinowuthsi ezikumenzi wokongeza i-yast2, umenzi we-yast2-cd, kunye nomenzi wemveliso we-yast2

umenzi wokongeza i-yast2 wenza imveliso eqhelekileyo (umfanekiso we-ISO) kwiifayili ezicocekileyo ze-RPM. Yenzelwe ii-ISV ezifuna ukwenza uizandiso ukwenzela iimveliso zoShishino lwe-SUSE Linux.

umenzi wokongeza i-yast2 wenza (inokuqalwa ekuqaleni) umfanekiso we-ISO osuka kwi(i)mveliso e(zi)khoyo. Isenokusetyenziselwa ukuqhelanisa imveliso ekhoyo. Umzekelo, isenokwenza umfanekiso we-ISO omncinci onesetana yazo zonke iipakethe (umz., iipakethe ezisisiseko ukwenza inkqubo encinci), okanye, indlela ephikisana noko, umfanekiso we-ISO uneemveliso ezingaphezulu ezifana ne-SLES + SDK.

umenzi wokongeza i-yast2 ungumphumeleli womenzi we-cd. Iquka i-GUI ukwenzela inkqubo yokwenza umfanekiso we-kiwi. Ngale ndlela kusenokwenzeka ukwenza umfanekiso we-CD ephileyo, XEN, njl. njl. kwakolu lwakhelo lunye olusetyenziswe kumenzi we-CD. Umenzi wemveliso uza kuthunyelwa kunye ne-SDK.

Qhaphela, umenzi we-cd akayixhasi imithombo yofakelo lwe-YUM, kodwa umenzi wemveliso ozayo (inxalenye ye-SDK) uza kwenza oko. Ukuba ufuna ukwenza imidiyamu enohlaziyo oluqukiweyo, sebenzisa umenzi wemveliso.

Inkxaso yokuFunda-Bhala ukwenzela iNkqubo yeFayili ye-NTFS

Unako ukwenza isebenze inkxaso ifunda-bhala ukwenzela inkqubo yefayili ye-NTFS ye-Microsft. Nyusa ipatishini ye-NTFS usebenzisa i-ntfs-3g njengohlobo lwenkqubo yefayili. Umzekelo, faka kumgca wokuyalela:

nyusa -t ntfs-3g /dev/sda1 /mnt

Ukuba ufuna ukunyusa ipetishini ye-NTFS isigxina ngenkxaso ifunda-bhala, yongeza umgca kwi-/etc/fstab ukuwunyusa ngokuzenzekelayo ngexesha lokuqala ekuqaleni (yenza indawo yokunyusa kuqala!):

/dev/sda1 /idata-ntfs ntfs-3g iziseko 0 0

Imizekelo emininzi ephelelyo iyakuba:

/dev/sda1 /idata-ntfs ntfs-3 \ abasebenzisi,gid=abasebenzisi,fmaski=113,dmaski=002,indawo=en_US.UTF-8 0 0

Oku kuza kunika abasebenzisi bokwenene ufikelelo kwipetishini, kufikelelo lokufunda kuye wonke umntu ongomnye. kwakhona kukwanikezela ngosetyenziso olufanelekileyo lwendawo ukuba kuyimfuneko. Ukusebenzisa i-default ukwenzela indlela yokukhetha ivula ipatishini ngokubanzi, nkqu ukwenzela impatho-mbo.

3.0 Izaziso zoMthetho

I-Novell, Inc. yenza abammeli okanye iziqinisekiso ngokubhekiselele kwiqulatho okanye kusetyenziso lolu xwebhu, kunye nokubanga ukungabi nayo nayiphina into oyibangayo okanye iziqinisekiso ezichaziweyo zorhwebo ukwenzela nayiphina injongo. Ngaphezulu, i-Novell, Inc. inelungelo elilodwa lokuhlaziya upapasho kunye nokwenza iinguqu kwisiqulatho sayo, ngaphandle kokuzibophelela ekulumkiseni naye nawuphina umntu malunga nolo hlaziyo okanye iinguqu.

Ngaphezulu, i-Novell, Inc. yenza ummelo okanye iziqinisekiso ngokubhekiselele nakweyiphi i-software, ingakumbi ukubanga ukuba akunanto ukuyibangayo okanye iziqinisekiso ezichaziweyo zokuthengiseka okanye ukulungela nayiphina injongo. Ngaphezulu, i-Novell, Inc. inelungelo elilodwa lokwenza iinguqu nakweliphina ilungu nakuwo onke amalungu e-software ye-Novell, naninina, ngaphandle kokubopheleleka ekulumkiseni naye nawuphina umntu okanye into ekhoyo yenguqu ezinjalo.

Nayiphina imveliso okanye ulwazi lobuchule olunikwe phantsi kwesi Sivumelwano lusenokuxhomekeka kulawulo lothunyelo kumazwe angaphandle lwase-U.S kunye nemithetho yorhwebo lwamanye amazwe. Uyavuma ukuthobela yonke imithetho yolawulo lothunyelo kumazwe angaphandle kunye nokufumana naziphina iilayisensi ezifunekayo okanye uhlelo kuthunyelo kumazwe angaphandle, kuthunyelo kwakhona kumazwe angaphandle, okanye okunokunikezelwa. Uyavuma ukuba ungathumeli kumazwe zngaphandle okanye ukungathumeli kwakhona kumazwe angaphandle kwizinto ezikhoyo kuluhlu lokhutshelo ngaphandle yothunyelo kumazwe angaphandle ase-U.S. okanye ukuvalwa korhwebo namanye amazwe okanye namazwe abanqolobi njengoko echaziwe kwimithetho yothunyelo kumazwe angaphandle wase-U.S. Uyavuma ukungasebenzisi okunokunikezelwa ukwenzela inyukliya engavumelekanga, imizili, okanye ukusetyenziswa kwezixhobo zemvazwe zamachiza. nceda bhekiselela ku-http://www.novell.com/info/exports/ malunga nolwazi oluthe vetshe ekuthumeleni kumazwe angaphandle i-software ye-Novell. I-Novell ayisayi kuthatha xanduva malunga nokusilela kwakho ekufumaneni naziphina iimvume ezifanelekileyo zothunyelo kumazwe angaphandle.

Ubhaliso loshicilelo; 2007 Novell, Inc. Onke amalungelo agciniwe. Akukho nxenye yolu papasho emayiveliswe ngokutsha, ikotshwe, igcinwe ekhompyutheni ukuze iphinde ikhutshwe, okanye idluliselwe ngaphandle kwemvumelwano ebhaliweyo phakathi kwakho nompapashi.

I-Novell, Inc. inamalungelo epropati yobukrelekrele enxulumene kwezobuxhakaxhaka obuqulathwe kwimveliso echazwe kolu xwebhu. Ingakumbi, ngaphandle konyino, la malungelo epropati yobukrelekrele asenokuquka ipatenti enye okanye ngaphezulu zase-U.S. ezidweliswe kwi-http://www.novell.com/company/legal/patents kunye nepatenti enye okanye ngaphezulu okanye usetyenziso lweepatenti ezilindileyo e-U.S. nakwamanye amazwe.

Malunga neempawu zorhwebo ze-Novel, jonga uluhlu loPhawo lweNkonzo ad yoPhawo loRhwebo lwe-Novell ku-(http://www.novell.com/company/legal/trademarks/tmlist.html). Zonke ezinye iimpawu zorhwebo ziyipropati yabanini bazo.